Amanda Black – Afrika Lyrics

Amanda Black Power Album

Amanda Black – Power Album Lyrics

Amanda Black Afrika Lyrics – Amanda Black Afrika Lyric Video

Zinwele zam ezi
Nwele zam
Ndingum Afrika
Zinwele zam ezi
Nwele zam
Ndingum Afrika
Heyi, heyi, heyi, heyi, heyi
Ndingum Afrika
Heyi, heyi, heyi, heyi, heyi
Ndingum Afrika

If you don’t like my colour
The joke is on you
Yes, I’m black and that’s my power
I got it from my mama, yeah yeah yeah
My name is Afrika
I am the future, there’s no where better
I will sing it loud and strong
I’ll sing to the drums
With heart filled with love yeah, oh oh

Zinwele zam ezi
Nwele zam
Ndingum Afrika
Zinwele zam ezi
Nwele zam
Ndingum Afrika
Heyi, heyi, heyi, heyi, heyi
Ndingum Afrika
Heyi, heyi, heyi, heyi, heyi
Ndingum Afrika

Eh we ndingum Afrika, ndikhuliswe ngentlonipho
Ndijon ge, ndimi ngokuzithemba
Utshilo umama
Uvela ebukhosinisithandwa sam
Ungashukunyiswa ngubani
He ha he, uvela kulo mhlaba
Kulo mhlaba

Darling darling, you should see my mother
African queen like no other
Beauty and the brains, don’t look no further
Power and grace in stormy weather

Afrika yangu
Afrika yethu
Afrika ikhaya
Afrika yeah

Africa yangu
Africa yethu
Africa ikhaya
Africa yeah

Zinwele zam ezi
Nwele zam
Ndingum Afrika
Zinwele zam ezi
Nwele zam
Ndingum Afrika
Heyi, heyi, heyi, heyi, heyi
Ndingum Afrika
Heyi, heyi, heyi, heyi, heyi
Ndingum Afrika

Written by; Amanda Black
Released date; 29 October, 2020