DJ Cleo – Gcina Impilo Yam Lyrics | Find Out Lyrics

DJ Cleo – Gcina Impilo Yam Lyrics

DJ Cleo Gcina Impilo Yam Lyrics
DJ Cleo – Gcina Impilo Yam Lyrics

Gcina Impilo Yam Lyrics by DJ Cleo

Uso Uso Uso Uso Uso…
Uso Uso Uso Uso Uso…
USomandla Uzugcin’impilo yam’ (Uzugcin’impilo yam’)
Hallelujah

(Wadla CleoWadla Cleo Wadla Cleo)

USomandla Uzugcin’impilo yam’ (Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’ (Ukhusel’ umoya wam’)
USomandla Uzugcin’impilo yam’ (Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’ (Ukhusel’ umoya wam’)

Hay’ ngicelani nime ngenyaho manje
Shay’ isibhambatho sakho
Sondela ungasabi
Hallelujah

USomandla Uzugcin’impilo yam’
(Uzugcin’impilo yam’)
Uphinde ukhusel’ umoya wam’
(Ukhusel’ umoya wam’)

Ngoba, mna ndohamba (Ngizohamba ndijonge)
Ngamaxesha onke (kuwe-e-e)
Oh Ngamaxesha (Ngamaxesha onke)

Ngoba, mna ndohamba (Ngizohamba ndijonge)
Ngamaxesha onke (kuwe-e-e)
Oh Ngamaxesha (Ngamaxesha onke)

Ngoba, mna ndohamba (Ngizohamba ndijonge)
Ngamaxesha onke (Kuwe-e-e)
Oh Ngamaxesha (Ngamaxesha onke)

Tji lo lo lo lo (Ti wowowo wowo wowo)
Tji lo lo lo lo (Ti wowowo)

Written by; DJ Cleo
Released date; 7 February, 2021

DJ Cleo Gcina Impilo Yam Lyrics