Kususa & Argento Dust – Abantu Bakho Lyrics | Find Out Lyrics

Kususa & Argento Dust – Abantu Bakho Lyrics

Kususa Abantu Bakho Lyrics, Abantu Bakho Lyrics by Kususa & Argento Dust ft NaakMusiQ Zahara

Somandla

Ndibamba ngapha sibambe ngapha wena ukhona
UnguSomandla
Fun’impendulo
Zonke izizwe zijonge kuwe
Nam ndijonge kuwe
Ngoba unguSomandla

Ndiyazi
Wena ukhona
Amehlo am
Ajonge kuwe
Axunele kuwe
Wena ntaba engoyiswayo
UnguSomandla

Ilizwe lonke
Lijonge kuwe
Somandla
UnguSomandla

Yehla Thixo
Thixo yehla

Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho

Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho

Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho

Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho

Ndivuka ekuseni ndiguqe ngedolo
Ndibulela kuwe
Somandla

Kanga ngokuba ndisebenza kanzima
Kanga ngokuba ndilwela ukuphila

Vuka nawe
Vuk’uzenzele
Vuka qhawe
Ndoda zimele

Somandla (Somandla)
Somandla (Somandla)

Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho (Somandla)

Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho

Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho

Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho

Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho

Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho

Somandla
Somandla nceda
Nceda abantu bakho

Thixo
Thixo yehla
Nceda abantu bakho

Kususa Abantu Bakho Lyrics English Translation

Almighty

I hold you here and hold you while you are there
He is the Almighty
Find the answer
All the nations are watching over you
I’m looking for you too
Because he is the Almighty

I know
You are there
My eyes
He is looking at you
They are close to you
You are an invincible mountain
He is the Almighty

The whole country
Look at you
Almighty
He is the Almighty

Come down, God
God come down

Almighty
Almighty please
Help your people

God
God come down
Help your people

Almighty
Almighty please
Help your people

God
God come down
Help your people

I get up in the morning and get on my knees
Thank you
Almighty

It’s because I’m working hard
It’s because I’m struggling to survive

Wake up with you
Wake up and do it yourself
Wake up hero
Men are independent

Almighty (Almighty)
Almighty (Almighty)

Almighty
Almighty please
Help your people (Almighty)

God
God come down
Help your people

Almighty
Almighty please
Help your people

God
God come down
Help your people

Almighty
Almighty please
Help your people

God
God come down
Help your people

Almighty
Almighty please
Help your people

God
God come down
Help your people