Msaki – Fika Kaloku Lyrics - Find Out Lyrics Msaki – Fika Kaloku Lyrics - Find Out Lyrics

Msaki – Fika Kaloku Lyrics

Msaki Fika Kaloku Lyrics (feat. Kabza De Small)

Ndinesithukuthezi
Kutheni ngathi awusezi
Khawufike kaloku
Ndisakukhumbula nangoku

Amabhongo aphelile
Ndikuxolele
Nalangxabano yayizolo
Ndiyilibele

Amabhongo aphelile
Ndikuxolele
Nalangxabano yayizolo
Ndiyilibele

Haibo sukundiqumbela sana
Haibo sukundiqumbela sana
Haibo sukundiqumbela sana
Haibo sukuqumba kaloku

Haibo sukundiqumbela sana
Haibo sukundiqumbela sana
Haibo sukundiqumbela sana
Haibo sukuqumba kaloku

Ndizisondeza kuwe
Ndizithoba apho kuwe
The sun’s set, there’s no other way
To humble ourselves to love again

Ndizisondeza kuwe
Ndizithoba apho kuwe
The sun’s set, there’s no other way
To humble ourselves to love again
To love again
To love again
To love again

Ndinesithukuthezi
Kutheni ngathi awusezi
Khawufike kaloku
Ndisakukhumbula nangoku

Amabhongo aphelile
Ndikuxolele
Nalangxabano yayizolo
Ndiyilibele

Amabhongo aphelile
Ndikuxolele
Nalangxabano yayizolo
Ndiyilibele

Ndizisondeza kuwe
Ndizithoba apho kuwe
The sun’s set, there’s no other way
To humble ourselves to love again

Ndizisondeza kuwe
Ndizithoba apho kuwe
The sun’s set, there’s no other way
To humble ourselves to love again
To love again
To love again
To love again