Nile Deep – Chosi Camagu Lyrics - Find Out Lyrics Nile Deep – Chosi Camagu Lyrics - Find Out Lyrics

Nile Deep – Chosi Camagu Lyrics

Nile Deep Chosi Camagu Lyrics

Chosi, chosi yaphel’intsomi
Awenzi nalinge awuviki nakanye bo
Zijikil’izinto izinja ngabantu (whoa)
Camagu dlozilam, khanyisa dlozilam
Amen, Amen, Amen, Amen
Amen, Amen, Amen, Amen
Amen, Amen
Amen, Amen, Amen, Amen
Amen, Amen, Amen, Amen
Amen, Amen

Amen, Amen
Amen, Amen,
Amen, Amen
Amen, Amen
Amen, Amen

Ndifike njani apha
Ndize njani apha
Kwelilizwe kumnyamna
Elilizw’alinakukhanya

Ndicela nindivikele
Ndicela nindikhanyisele
Ndidikiwe…kwanele
Hayini kwanele

Njengonkcenkce mlanjeni, ziyaqengqelek’inyembezi
Zingezodwa, zirhudul’iminyaka yokuziqonda
Oh thethani nam, oh thethani nam
Ndizekuni thethani nam, oh thethani nam
Anindiva na.

Chosi, chosi yaphel’intsomi
Awenzi nalinge awuviki nakanye bo
Zijikilizinto izinjangabantu (whoa)
Camagu dlozilam, khanyisa dlozilam
Amen, Amen, Amen, Amen
Amen, Amen, Amen, Amen
Amen, Amen
Amen, Amen, Amen, Amen
Amen, Amen, Amen, Amen
Amen, Amen

Amen, Amen
Amen, Amen,
Amen, Amen
Amen, Amen
Amen, Amen

Ndize njani apha
Ndifike njani apha
Kwelilizwe kumnyamna
Elilizw’alinakukhanya

Ndicela nindivikele
Ndicela nindikhanyisele
Ndidikiwe kwanele…hayini kwanele

Thethani nam, thethani nam
Ndimamele (eh)
Ndimamele (eh)
Thethani nam, thethani nam
Ndimamele (eh)
Ndimamele(oh)

Bafa baphelabantu, bayaphelabantu
Thethani nam, thethani nam
Lachithek’igazi
Bayaphelabantu, thethani nam ndimamele
Thethani nam

Thethani nam, thethani nam
Oyhini ndiyabongoza
Oyhini ndiyabongoza
Thethani nam, thethani nam
Oyhini ndiyacela, ndiyabongoza.