Nile Deep – Intliziyo' Yam Lyrics - Find Out Lyrics Nile Deep – Intliziyo' Yam Lyrics - Find Out Lyrics

Nile Deep – Intliziyo’ Yam Lyrics

Nile Deep Intliziyo Yam Lyrics

Hello ntombazana
Usela ntoni
Ngoba mna sendinxile nguwe
Nditi molo ntombazana
Uncumo lwakho
Ubuhle bakho buyandigqiba

Inxaniwe
Inxaniwe intliziyo yam
Inxaniwe intliziyo yam
Inxanelwe uthando
uthando lwakho

Yibayingoma ekhal’ubsuku
Bonke empilweni yam
Yiba nothando Kumoya wam

Yibayingoma ekhal’ubsuku
Bonke empilweni yam yele yele
Yiba nothando Kumoya wam

Ntombazana ndipelele kuwe
Akekho ofana nawe
Yele yele

Inxaniwe
Inxaniwe intliziyo yam
Inxaniwe intliziyo yam
Inxanelwe uthando
uthando lwakho

Ndibona wena

Yele yele ntombazana
Haisuka
Ntombentle emhlotshazana
Ntombentle emhlotshazana