Zahara – Umthwalo Lyrics English Translation

Zahara Umthwalo Lyrics

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul’ isandla sakho
Andifun’ ukufana nabanikezela
Ooooooh, uyandisinda
Ooooooh, uyandisinda

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul’ isandla sakho
Andifun’ ukufana nabanikezela
Ooooooh, uyandisinda
Ooooooh, uyandisinda

Ndinxanyelwe lixesha
Ubomi buyandixhesha
Ndiyakhubeka
Ndifun’ ukuphakama
Ndifun’ ukubaleka

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul’ isandla sakho
Andifun’ ukufana nabanikezela
Ooooooh, uyandisinda
Ooooooh, uyandisinda

Emhlabeni kugcwele zizinto
Ezintle nezimbi
Intliziyo yam bayingxalile

Emhlabeni kugcwele zizinto
Ezintle nezimbi
Intliziyo yam bayingxalile

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul’ isandla sakho
Andifun’ ukufana nabanikezela
Ooooooh, uyandisinda
Ooooooh, uyandisinda

Umthwalo wam uyandisinda
Ndiyacela ndiphathise
Ulul’ isandla sakho
Andifun’ ukufana nabanikezela
Ooooooh, uyandisinda
Ooooooh, uyandisinda

Mna, mna andifun’ ukuzika
Mna, mna andifun’ ukweyiswa
Mna, mna andifun’ ukuzidla
Mna, mna andifun’ ukweyiswa

Umthwalo wam uyandisinda
Aw ndiyacela ndiphathise
Ulul’ isandla sakho
Andifun’ ukufana nabanikezela
Ooooooh, uyandisinda
Ooooooh, uyandisinda

Ooooooh, uyandisinda
Ooooooh, uyandisinda
Ooooooh, uyandisinda
Ooooooh, uyandisinda

Zahara Umthwalo Lyrics English Translation

My burden is heavy
Please delegate
Stretch out your hand
I don’t want to be like the givers
Ooooooh, you save me
Ooooooh, you save me

My burden is heavy
Please delegate
Stretch out your hand
I don’t want to be like the givers
Ooooooh, you save me
Ooooooh, you save me

I’m pressed for time
Life keeps me busy
I stumble
I want to get high
I want to run away

My burden is heavy
Please delegate
Stretch out your hand
I don’t want to be like the givers
Ooooooh, you save me
Ooooooh, you save me

The world is full of things
Good and bad
My heart is hungry

The world is full of things
Good and bad
My heart is hungry

My burden is heavy
Please delegate
Stretch out your hand
I don’t want to be like the givers
Ooooooh, you save me
Ooooooh, you save me

My burden is heavy
Please delegate
Stretch out your hand
I don’t want to be like the givers
Ooooooh, you save me
Ooooooh, you save me

Me, I don’t want to drown
Me, I don’t want to be defeated
Me, I don’t want to be proud
Me, I don’t want to be defeated

My burden is heavy
Aw, please hand it over
Stretch out your hand
I don’t want to be like the givers
Ooooooh, you save me
Ooooooh, you save me

Ooooooh, you save me
Ooooooh, you save me
Ooooooh, you save me
Ooooooh, you save me

    Lyrics Knowledge:

  • Written by: Zahara
  • Album: Loliwe
  • Released: 2023