
Lala Ngoxolo Lyrics by Ami Faku ft Emtee
Sobonana kweli linye ilizwe
Kuyabanda ekhaya awukho
Ndingxamele ubona uncumo lwakho
Sihleli siphele sisqhazolo
Okwangoku
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Uyabona manje akukho xolo
Bendicimba ndinamandla
Andiykholelwa
linyembezi, azipheli
Akusafani la ma ungekho
Ubungathe awuyonto, ngaphandle kwami
Awuyonto
Kwaphela ubumboza
Andinanto
Joba umkile
Okwangoku
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Sobonana kweli linye ilizwe
Kuyabanda ekhaya awukho
Ndingavuya ukuva ilizwi lakho
Impilo ibuhlungu awukho
Okwangoku
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Lala ngoxolo
Written by; Ami Faku, Emtee
Released date; 21 January, 2021
Leave a Reply