
Busiswa Dololo Lyrics
Uguy akabuyanga aph’endlini
Ebephume esithi uyothenglinkwa
I know uba kukhona something
Ingxaki yam qha umntu wam ndiyamfeeler
Sengize ngabiza nabangani ngithi umuntu uflle
kanti cha uyaphila
Ubusy pha ebumnandini
Ngicela bakutshele mawubuya kuyafiwa
WhatsApp (Dololo)
Status (Dololo)
Insta (Dololo)
Story (Dololo)
Ndakufuna (Dololo)
Nine nine (Dololo)
Ndakufuna high ndakufuna low (Dololo)
Ndakufounela ndeza kwakho (Dololo)
Wena ghost (Dololo)
Zero (Dololo)
Ndakubuza nakw’impintshi zakho (Dololo)
Ndizakufumana (Dololo)
Ingathi awundiqondi (Dololo)
Hayi ubuphi wenlizolo ubuphi (x2)
Hayi ubuph’l last night ubuphi (x2)
Hayi ubuphi wen’izolo ubuphi (Dololo) (x2)
Hayi ubuphi last night ubuphi (Dololo) (x2)
Dololo (x 16)
Yey!
Bathi uhamba necelebrity
Aphe complexini isecurity ithi
Wena wenza umrivithi
I can’t believe it (x2)
Hamba juba bazokucutha phambili
WhatsApp (Dololo)
Status (Dololo)
Insta (Dololo)
Story (Dololo)
Ndakufuna (Dololo)
Nine nine (Dololo)
Ndakufuna high ndakufuna low (Dololo)
Ndakufounela ndeza kwakho (Dololo)
Wena ghost (Dololo)
Zero (Dololo)
Ndakubuza nakw’impintshi zakho (Dololo)
Ndizakufumana (Dololo)
Ingathi awundiqondi (Dololo)
Hayi ubuphi wen’izolo ubuphi (x2)
Hayi ubuphll last night ubuphi (x2)
Hayi ubuphi wenlizolo ubuphi (Dololo) (x2)
Hayi ubuphi last night ubuphi (Dololo) (x2)
Dololo (x16)
WhatsApp (Dololo)
Status (Dololo)
Insta (Dololo)
Story (Dololo)
Ndakufuna (Dololo)
Nine nine (Dololo)
Ndakufuna high ndakufuna low (Dololo)
Ndakufounela ndeza kwakho (Dololo)
Wena ghost (Dololo)
Zero (Dololo)
Ndakubuza nakw’impintshi zakho (Dololo)
Ndizakufumana (Dololo)
Ingathi awundiqondi (Dololo)
Dololo (x 16)
Written by; Busiswa
Released date; 21 November, 2020
Album/EP; My Side Of The Story Album


