Bongeziwe Mabandla – hamba Lyrics

Bongeziwe Mabandla hamba Lyrics

Uyayazi kunzima kanjani
Ndizibuz’imibuzo eliwaka
Oh hoho Oh

Bendingayazi ukuba kuyoze kubenjena
Ifik’imini yokuba mna ndihambe
Ooh hoo hoo

Senzan’apha
(Senzan’apha)
Sibhidana
(Sibhidana)
Siphilel’abanye
(Siphilel’ abanye)

Ah ah
Uzundixolele
Andikwazi ukuhlala ndiyaz’ukuba
Kumele ndihambe, ndihambe
Ndihambe
Ndihambe
Ndihambe

Sukukhala
Sukukhala

Bongeziwe Mabandla hamba Lyrics English Translation

You know how hard it is
I have a thousand questions
Oh, oh, oh

I didn’t know it would be like this
It’s time for me to go
Ooh hoo hoo

We are here
(We’re still here)
We are confused
(confused)
We live for others
(We live for others)

Ah ah
You have forgiven me
I can’t sit still
I have to go, I have to go
I’m gone
I’m gone
I’m gone

Don’t cry
Don’t cry

    Lyrics Knowledge:

  • Written by: Bongeziwe Mabandla
  • Album: amaXesha
  • Released: 2023