Bongeziwe Mabandla soze Lyrics
Uthando ndalifundiswa nguwe
Abayaz’ ukuba wandenzelani
Ndithi xa ndisiwa
Ndiphakamiswa nguwe
Uthi kum nguwe, nguw’ithemba lam
Ixesha liyahamba ngoku
Ndiyavuya lihamba nami nawe
Izinto ziyafika zihambe
Umhlaba uyabafihla bonk’abantu
Soze, soze ndikulibale
Soze, soze ndikulibale
Phambi’ koba litshone ilanga
Mandibulele uThixo ngawe
Ixesha liyahamba ngoku
Kodwa ndiyavuya lihamba nami nawe
Lihamba nami nawe
Noba sendingekho kweli lizwe
Ndiwelele kweliny’icala
Oluthando soze luphele
Lona, lelona phakade
Soze, soze ndikulibale
Soze, soze ndikulibale
Bongeziwe Mabandla soze Lyrics English Translation
You taught me love
They don’t know what he did to me
I say when I am taken
I am lifted up by you
He says to me, you are my hope
Time is running out now
I’m glad it goes with me and you
Things come and go
The earth hides all people
I will never, never forget you
I will never, never forget you
Before the sun goes down
Let me thank God for you
Time is running out now
But I’m glad it goes with me and you
It goes with me and you
Although I am no longer in this country
I fell to the other side
A love that never ends
This one is forever
I will never, never forget you
I will never, never forget you