Zu. – Let Me Go Lyrics ft. Stakev

Zu. Ndim Netshomi Zam EP Lyrics Tracklist

Zu. – Ndim Netshomi Zam EP Lyrics, Tracklist

Let Me Go Lyrics by Zu

Andikuthand’ukuhlupha kodwa
Mna ndinesicelo, ucingisise
Ngaphambi kokub’uphendule
Andikuthand’ukusokolisa kodwa
Mna ndinesicelo, uzucingisise
Ngaphambi kokub’uphendule

I hope, I hope
I hope ndiyevakala
Xa ndithi let me go, let me go
Let me go uphile nawe

I hope, I hope
I hope ndiyevakala
Xa ndithi let me go, let me go
Let me go uphile nawe

Phila nawe, nawe
Thando peyiye, iye, iye, iye
Nawe, phila nawe
Thando peyiye, iye, iye, iye

Nawe, phila nawe
Thando peyiye, iye, iye, iye
Nawe, phila nawe
Thando peyiye, iye, iye, iye

I hope, I hope
I hope ndiyevakala
Xa ndithi let me go, let me go
Let me go uphile nawe

I hope, I hope
I hope ndiyevakala
Xa ndithi let me go, let me go
Let me go uphile nawe

Phila nawe, nawe
Thando peyiye, iye, iye, iye
Nawe, phila nawe
Thando peyiye, iye, iye, iye

Nawe, phila nawe
Thando peyiye, iye, iye, iye
Nawe, phila nawe
Thando peyiye, iye, iye, iye

Written by; Zu.
Album/EP; Ndim Netshomi Zam

Zu Let Me Go Lyrics